Nisibona Sinje Lyrics + Video

Xa usibona sinje sibahle
Kungenceba yeNkos' uJesu
Kungenceba, kungenceba
Kungenceba yeNkos' uJesu

Nisibona Sinje Lyrics

Morena ditheto shidiwe
Morena ditheto di a go swanela

Shidiwe, shidiwe
Morena ditheto di a go swanela

Jehova izibongo zikufanele
Jehova izibongo zikufanele

Zikufanele, zikufanele
Jehova izibongo zikufanele

Nguw' izolo nanamhla naphakade
UnguNdinguye, wawukhon' emandulo
Zonk' izizwe neentlanga maziguqe(Mazikhothame)
Kuy' imbangi nomgqibelelisi wokholo

Ha o mpona kele motle kele tje
ke mohau Wa Ramasedi

Xa usibona sinje sibahle
Kungenceba yeNkos' uJesu
Kungenceba, kungenceba
Kungenceba yeNkos' uJesu


Top Songs United States
Share:

Write a review/comment/correct the lyrics of Nisibona Sinje:

0 Comments/Reviews