Joyous Celebration - Yesu Wena UnguMhlobo

Chorus / Description : Yesu! Wena unguMhlobo
Jesus! You are a friend
Umhlobo womphefumulo
A soulmate
Ndiza kuWe undincede
I come to You for help
Uncede le ntliziyo
Help this heart

Yesu Wena UnguMhlobo Lyrics

Yesu! Wena unguMhlobo
Jesus! You are a friend
Umhlobo womphefumulo
A soulmate
Ndiza kuWe undincede
I come to You for help
Uncede le ntliziyo
Help this heart 5

Themba limbi andinalo
I have no other hope
Endingabamba lona
That I can hold onto
Nqaba yimbi andinayo
I have no other refuge
Endingangena kuyo
That I can go onto 6
Amen
Hymn 195 Methodist Church of Southern Africa?

Yesu Wena UnguMhlobo Video

  • Song: Yesu Wena UnguMhlobo
  • Artist(s): Joyous Celebration


Share: