Yesu Wena UnguMhlobo Lyrics


Yesu! Wena unguMhlobo
Jesus! You are a friend
Umhlobo womphefumulo
A soulmate
Ndiza kuWe undincede
I come to You for help
Uncede le ntliziyo
Help this heart × 5

Themba limbi andinalo
I have no other hope
Endingabamba lona
That I can hold onto
Nqaba yimbi andinayo
I have no other refuge
Endingangena kuyo
That I can go onto × 6
Amen
Hymn 195 Methodist Church of Southern Africa


Top Songs United States
Share:

Tagged Keywords

    Yesu Wena UnguMhlobo lyrics
    Joyous Celebration
    Joyous Celebration lyrics for Yesu Wena UnguMhlobo